IZenzo 11:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 yaye, emva kokuba emfumene, wamzisa kwa-Antiyokwe. Kangangonyaka uphela bahlanganisana ndawonye nabo ebandleni baza bafundisa isihlwele esikhulu, yaye kwaqala kwa-Antiyokwe ukuba abafundi ngolwalathiso lobuthixo babizwe ngokuba ngamaKristu.+ IZenzo 15:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Noko ke, uPawulos noBharnabhas, benabanye abaninzi, baqhubeka bechitha ixesha kwa-Antiyokwe+ befundisa yaye bevakalisa iindaba ezilungileyo zelizwi likaYehova.+
26 yaye, emva kokuba emfumene, wamzisa kwa-Antiyokwe. Kangangonyaka uphela bahlanganisana ndawonye nabo ebandleni baza bafundisa isihlwele esikhulu, yaye kwaqala kwa-Antiyokwe ukuba abafundi ngolwalathiso lobuthixo babizwe ngokuba ngamaKristu.+
35 Noko ke, uPawulos noBharnabhas, benabanye abaninzi, baqhubeka bechitha ixesha kwa-Antiyokwe+ befundisa yaye bevakalisa iindaba ezilungileyo zelizwi likaYehova.+