Yohane 14:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ekuphenduleni uYesu wathi kuye: “Ukuba nabani na uyandithanda, uya kuligcina+ ilizwi lam, yaye uBawo uya kumthanda, ibe siya kuza kuye size sihlale naye.+
23 Ekuphenduleni uYesu wathi kuye: “Ukuba nabani na uyandithanda, uya kuligcina+ ilizwi lam, yaye uBawo uya kumthanda, ibe siya kuza kuye size sihlale naye.+