IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Korinte 11:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kuba ndiyanikhweletela ngekhwele lobuthixo,+ kuba ngokobuqu ndanithembisa ukunitshatisela+ kwindoda enye+ ukuze ndininikele ninjengentombi enyulu+ kuKRISTU.+

  • Efese 1:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 waza ngalo uthando lwakhe wasinyula+ ngaphambi kokusekwa+ kwehlabathi, ukuba sibe ngcwele, singabi nasiphako+ phambi kwakhe.+

  • Kolose 1:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 uye ngoku waphinda wanixolelanisa+ ngomzimba wenyama walowo ngako ukufa kwakhe,+ ukuze anizise ningcwele yaye ningenasiphako+ kwaye ningamangaleleki+ phambi kwakhe,

  • Hebhere 10:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 masisondele ngeentliziyo ezinyanisekileyo siqiniseke ngokupheleleyo ngokholo, iintliziyo zethu zifefiwe sasuswa isazela esingendawo+ nemizimba yethu ihlanjwe ngamanzi ahlambulukileyo.+

  • ISityhilelo 21:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Akukho nanye into engengcwele okanye umntu owenza into elizothe+ nolixoki+ oya kungena kuso;+ kuphela ngabo babhaliweyo kumsongo wobomi weMvana abaya kungena.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share