Efese 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 eyile, yokuba abantu beentlanga bafanele babe ziindlalifa ezimanyeneyo namalungu omzimba+ angamadlelane yaye babe nesabelo kunye nathi kwisithembiso+ ngokumanyene noKristu Yesu ngazo iindaba ezilungileyo. Hebhere 12:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kwindibano jikelele,+ nebandla lamazibulo+ abhaliswe+ emazulwini, noThixo uMgwebi wabo bonke,+ nobomi bokomoya+ babo bangamalungisa abaye benziwa bagqibelela,+
6 eyile, yokuba abantu beentlanga bafanele babe ziindlalifa ezimanyeneyo namalungu omzimba+ angamadlelane yaye babe nesabelo kunye nathi kwisithembiso+ ngokumanyene noKristu Yesu ngazo iindaba ezilungileyo.
23 kwindibano jikelele,+ nebandla lamazibulo+ abhaliswe+ emazulwini, noThixo uMgwebi wabo bonke,+ nobomi bokomoya+ babo bangamalungisa abaye benziwa bagqibelela,+