Daniyeli 10:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa inkosana+ yommandla wasebukhosini wasePersi+ yamelana+ nam iintsuku ezingamashumi amabini ananye, wada uMikayeli,+ omnye weenkosana ezibalaseleyo,+ weza kundinceda; wandikhulula apho ndandithintelwe khona ngakookumkani basePersi.+ IZenzo 17:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Wema ke uPawulos phakathi kweAreyopago+ waza wathi: “Madoda aseAthene, ndiyabona ukuba ezintweni zonke nibonakala ngathi nizinikele ngakumbi ekoyikeni izithixo+ kunokuba abanye benjalo. 2 Petros 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuqinisekileyo ukuba uThixo akazange ayeke ukohlwaya iingelosi+ ezonayo, kodwa, wazinikela kwimihadi yentsunguzi yobumnyama, ngokuthi aziphose eTartaro,+ ukuze zibekelwe umgwebo;+ ISityhilelo 16:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Enyanisweni, ngamazwi aphefumlelwe+ ziidemon nawenza imiqondiso,+ aphuma aye kookumkani+ bomhlaba omiweyo uphela,+ ukubahlanganisela ndawonye kwimfazwe+ yemini enkulu+ kaThixo uSomandla.+
13 Kodwa inkosana+ yommandla wasebukhosini wasePersi+ yamelana+ nam iintsuku ezingamashumi amabini ananye, wada uMikayeli,+ omnye weenkosana ezibalaseleyo,+ weza kundinceda; wandikhulula apho ndandithintelwe khona ngakookumkani basePersi.+
22 Wema ke uPawulos phakathi kweAreyopago+ waza wathi: “Madoda aseAthene, ndiyabona ukuba ezintweni zonke nibonakala ngathi nizinikele ngakumbi ekoyikeni izithixo+ kunokuba abanye benjalo.
4 Ngokuqinisekileyo ukuba uThixo akazange ayeke ukohlwaya iingelosi+ ezonayo, kodwa, wazinikela kwimihadi yentsunguzi yobumnyama, ngokuthi aziphose eTartaro,+ ukuze zibekelwe umgwebo;+
14 Enyanisweni, ngamazwi aphefumlelwe+ ziidemon nawenza imiqondiso,+ aphuma aye kookumkani+ bomhlaba omiweyo uphela,+ ukubahlanganisela ndawonye kwimfazwe+ yemini enkulu+ kaThixo uSomandla.+