Kolose 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kungenxa yoko le nto nathi, kususela kwimini esakuvayo oko, singayekanga ukunithandazela+ nokunicelela ukuba nizaliswe ngolwazi oluchanileyo+ lokuthanda kwakhe kubulumko bonke+ nokuqiqa kokomoya,+ 1 Timoti 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 othanda ukuba zonke iintlobo zabantu+ zisindiswe+ zize zifikelele elwazini oluchanileyo+ lwenyaniso.+
9 Kungenxa yoko le nto nathi, kususela kwimini esakuvayo oko, singayekanga ukunithandazela+ nokunicelela ukuba nizaliswe ngolwazi oluchanileyo+ lokuthanda kwakhe kubulumko bonke+ nokuqiqa kokomoya,+
4 othanda ukuba zonke iintlobo zabantu+ zisindiswe+ zize zifikelele elwazini oluchanileyo+ lwenyaniso.+