1 Korinte 15:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kwandule ke kufike isiphelo, xa enikela ubukumkani kuThixo wakhe noYise, xa etshitshise wonke urhulumente nalo lonke igunya namandla.+ Kolose 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nani ke niye napheleliswa ngaye, lowo uyintloko yabo bonke oorhulumente namagunya.+ Hebhere 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko uye waba ngaphezu kweengelosi,+ wazuz’ ilifa legama+ elibalasele ngakumbi kunelazo.
24 Kwandule ke kufike isiphelo, xa enikela ubukumkani kuThixo wakhe noYise, xa etshitshise wonke urhulumente nalo lonke igunya namandla.+