16 Ngokuphuma kuye, wonke umzimba,+ ngokumanyaniswa ndawonye ngemvisiswano uze wenziwe usebenzisane ngelungu ngalinye elifeza indima yalo, ngokokusebenza kwelungu ngalinye ngomlinganiselo ofanelekileyo, wenza ukuba umzimba ukhule ukuze wakheke eluthandweni.+