Yohane 18:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 UYesu waphendula wathi:+ “Ubukumkani bam abuyonxalenye yeli hlabathi.+ Ukuba ubukumkani bam bebuyinxalenye yeli hlabathi, abalindi bam bebeya kulwa+ ukuze ndinganikelwa kumaYuda. Kodwa ubukumkani bam abusuki kulo mthombo.” Efese 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 yaye wasivusa+ ndawonye waza wasihlalisa ndawonye kwezasezulwini iindawo+ ngokumanyene noKristu Yesu, Kolose 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Noko ke, ukuba navuswa+ kunye noKRISTU, qhubekani nifuna izinto zaphezulu,+ apho ahleli khona uKRISTU ngasekunene kukaThixo.+
36 UYesu waphendula wathi:+ “Ubukumkani bam abuyonxalenye yeli hlabathi.+ Ukuba ubukumkani bam bebuyinxalenye yeli hlabathi, abalindi bam bebeya kulwa+ ukuze ndinganikelwa kumaYuda. Kodwa ubukumkani bam abusuki kulo mthombo.”
6 yaye wasivusa+ ndawonye waza wasihlalisa ndawonye kwezasezulwini iindawo+ ngokumanyene noKristu Yesu,
3 Noko ke, ukuba navuswa+ kunye noKRISTU, qhubekani nifuna izinto zaphezulu,+ apho ahleli khona uKRISTU ngasekunene kukaThixo.+