1 Tesalonika 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 nilindele+ uNyana wakhe ovela emazulwini,+ awamvusayo kwabafileyo,+ uYesu, osihlangulayo kwingqumbo ezayo.+ Hebhere 9:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 ngoko ngokunjalo noKristu wanikelwa kwaba kanye+ ukuze athwale izono zabaninzi;+ yaye ukubonakala kwakhe+ okwesibini+ uya kube engenanto yakwenza nesono,+ koko eze kusindisa abo bamfuna ngenyameko.+
10 nilindele+ uNyana wakhe ovela emazulwini,+ awamvusayo kwabafileyo,+ uYesu, osihlangulayo kwingqumbo ezayo.+
28 ngoko ngokunjalo noKristu wanikelwa kwaba kanye+ ukuze athwale izono zabaninzi;+ yaye ukubonakala kwakhe+ okwesibini+ uya kube engenanto yakwenza nesono,+ koko eze kusindisa abo bamfuna ngenyameko.+