1 Korinte 15:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuba uThixo “wazithobela phantsi kweenyawo zakhe zonke izinto.”+ Kodwa xa esithi ‘zonke izinto zithotyiwe,’+ kuyabonakala ukuba akabalwa lowo wazithobela phantsi kwakhe zonke izinto.+ Hebhere 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Zonke izinto uzithobele phantsi kweenyawo zakhe.”+ Kuba ekubeni ethobele zonke izinto kuye+ uThixo akashiyanga nto ingathotyelwanga kuye.+ Noko ke, ngoku, asikaziboni zonke izinto zithotyelwe kuye;+
27 Kuba uThixo “wazithobela phantsi kweenyawo zakhe zonke izinto.”+ Kodwa xa esithi ‘zonke izinto zithotyiwe,’+ kuyabonakala ukuba akabalwa lowo wazithobela phantsi kwakhe zonke izinto.+
8 Zonke izinto uzithobele phantsi kweenyawo zakhe.”+ Kuba ekubeni ethobele zonke izinto kuye+ uThixo akashiyanga nto ingathotyelwanga kuye.+ Noko ke, ngoku, asikaziboni zonke izinto zithotyelwe kuye;+