1 Korinte 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ezi zinto sikwazithetha, kungekhona ngamazwi afundiswa ngobulumko babantu,+ kodwa ngalawo afundiswa ngomoya,+ njengoko sidibanisa imibandela yokomoya namazwi okomoya.+ 2 Petros 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Hayi khona, akubanga ngokulandela amabali obuxoki+ ayilwe ngobuqhetseba esathi saniqhelanisa namandla nobukho beNkosi yethu uYesu Kristu,+ kodwa kwaba ngokuthi sibe ngamangqina okuzibonela ubungangamela bayo.+
13 Ezi zinto sikwazithetha, kungekhona ngamazwi afundiswa ngobulumko babantu,+ kodwa ngalawo afundiswa ngomoya,+ njengoko sidibanisa imibandela yokomoya namazwi okomoya.+
16 Hayi khona, akubanga ngokulandela amabali obuxoki+ ayilwe ngobuqhetseba esathi saniqhelanisa namandla nobukho beNkosi yethu uYesu Kristu,+ kodwa kwaba ngokuthi sibe ngamangqina okuzibonela ubungangamela bayo.+