Filipi 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Thina ke, singabemi+ basemazulwini,+ apho silindele ngentumekelelo+ ukuba kuya kuvela khona umsindisi, iNkosi uYesu Kristu,+ Filipi 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Okokugqibela, bazalwana, hlalani nicinga ngezinto+ eziyinyaniso, nezizezenkxalabo enzulu, nezibubulungisa, nezinyulu,+ nezithandekayo, nekuthethwa kakuhle ngazo, nezinesidima, nezincomekayo. 1 Petros 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko ke iingqondo zenu ziqiniseleni umsebenzi,+ hlalani nithe qwa ngokupheleleyo;+ bekani ithemba lenu kububele obungasifanelanga+ obuza kuziswa kuni ekutyhilekeni+ kukaYesu Kristu.
20 Thina ke, singabemi+ basemazulwini,+ apho silindele ngentumekelelo+ ukuba kuya kuvela khona umsindisi, iNkosi uYesu Kristu,+
8 Okokugqibela, bazalwana, hlalani nicinga ngezinto+ eziyinyaniso, nezizezenkxalabo enzulu, nezibubulungisa, nezinyulu,+ nezithandekayo, nekuthethwa kakuhle ngazo, nezinesidima, nezincomekayo.
13 Ngoko ke iingqondo zenu ziqiniseleni umsebenzi,+ hlalani nithe qwa ngokupheleleyo;+ bekani ithemba lenu kububele obungasifanelanga+ obuza kuziswa kuni ekutyhilekeni+ kukaYesu Kristu.