Roma 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba ingqumbo kaThixo+ iyatyhilwa ivela ezulwini nxamnye nako konke ukungabi nabuthixo nentswela-bulungisa+ yabantu abathintela inyaniso+ ngokuswela ubulungisa,+ Efese 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Makungabikho mntu unikhohlisayo ngamazwi alambathayo,+ kuba iza ngenxa yezo zinto ingqumbo kaThixo koonyana bokungathobeli.+
18 Kuba ingqumbo kaThixo+ iyatyhilwa ivela ezulwini nxamnye nako konke ukungabi nabuthixo nentswela-bulungisa+ yabantu abathintela inyaniso+ ngokuswela ubulungisa,+
6 Makungabikho mntu unikhohlisayo ngamazwi alambathayo,+ kuba iza ngenxa yezo zinto ingqumbo kaThixo koonyana bokungathobeli.+