Roma 13:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Uthando+ alusebenzi bubi kummelwane kabani;+ ngoko ke uthando lukukuzaliseka komthetho.+ 1 Yohane 3:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Eneneni, lo ngumyalelo wakhe, ukuba sibe nokholo egameni loNyana wakhe uYesu Kristu+ yaye sithandane,+ kanye njengoko wasiyalelayo.
23 Eneneni, lo ngumyalelo wakhe, ukuba sibe nokholo egameni loNyana wakhe uYesu Kristu+ yaye sithandane,+ kanye njengoko wasiyalelayo.