Efese 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ukuba uTHIXO weNkosi yethu uYesu Kristu, uBawo wozuko, aninike umoya wobulumko+ nowesityhilelo kulo ulwazi lwakhe oluchanileyo;+ 2 Petros 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngamana ningandiselwa+ ububele obungasifanelanga noxolo ngenxa yolwazi lwenu oluchanileyo+ ngoThixo noYesu iNkosi yethu, 2 Petros 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba ukuba ezi zinto zikho kuni yaye ziyaphuphuma, ziya kunithintela ekubeni ngabangasebenzi nto okanye abangenasiqhamo+ ngokubhekisele kulwazi oluchanileyo lweNkosi yethu uYesu Kristu.
17 ukuba uTHIXO weNkosi yethu uYesu Kristu, uBawo wozuko, aninike umoya wobulumko+ nowesityhilelo kulo ulwazi lwakhe oluchanileyo;+
2 Ngamana ningandiselwa+ ububele obungasifanelanga noxolo ngenxa yolwazi lwenu oluchanileyo+ ngoThixo noYesu iNkosi yethu,
8 Kuba ukuba ezi zinto zikho kuni yaye ziyaphuphuma, ziya kunithintela ekubeni ngabangasebenzi nto okanye abangenasiqhamo+ ngokubhekisele kulwazi oluchanileyo lweNkosi yethu uYesu Kristu.