Yohane 18:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 UYesu waphendula wathi:+ “Ubukumkani bam abuyonxalenye yeli hlabathi.+ Ukuba ubukumkani bam bebuyinxalenye yeli hlabathi, abalindi bam bebeya kulwa+ ukuze ndinganikelwa kumaYuda. Kodwa ubukumkani bam abusuki kulo mthombo.” Hebhere 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa ngokubhekisele kuNyana uthi: “UThixo uyitrone yakho ngonaphakade+ kanaphakade, nentonga yobukhosi yobukumkani+ bakho yintonga yobukhosi yokuthe tye.+
36 UYesu waphendula wathi:+ “Ubukumkani bam abuyonxalenye yeli hlabathi.+ Ukuba ubukumkani bam bebuyinxalenye yeli hlabathi, abalindi bam bebeya kulwa+ ukuze ndinganikelwa kumaYuda. Kodwa ubukumkani bam abusuki kulo mthombo.”
8 Kodwa ngokubhekisele kuNyana uthi: “UThixo uyitrone yakho ngonaphakade+ kanaphakade, nentonga yobukhosi yobukumkani+ bakho yintonga yobukhosi yokuthe tye.+