Luka 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko walibiza waza wathi kulo, ‘Yintoni na le ndiyivayo ngawe? Khawungenise ingxelo+ yobugosa bakho, kuba akunakuba sayilawula le ndlu.’ 1 Korinte 9:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ukuba ndikwenza oku ngokuzithandela,+ ndinomvuzo;+ kodwa ukuba ndikwenza ngokunxamnye nokuthanda kwam, noko kunjalo ndiphathiswe ubugosa.+ Efese 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ukuba, ngokwenene, niye neva ngobugosa+ bobubele obungasifanelanga bukaThixo obanikwa mna ngokubhekisele kuni,
2 Ngoko walibiza waza wathi kulo, ‘Yintoni na le ndiyivayo ngawe? Khawungenise ingxelo+ yobugosa bakho, kuba akunakuba sayilawula le ndlu.’
17 Ukuba ndikwenza oku ngokuzithandela,+ ndinomvuzo;+ kodwa ukuba ndikwenza ngokunxamnye nokuthanda kwam, noko kunjalo ndiphathiswe ubugosa.+
2 ukuba, ngokwenene, niye neva ngobugosa+ bobubele obungasifanelanga bukaThixo obanikwa mna ngokubhekisele kuni,