Roma 9:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 ukuze baziwe ubutyebi+ bozuko lwakhe kwizitya+ zenceba, azilungiselele kwangaphambili ngenxa yozuko,+ 2 Korinte 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba uThixo wathi: “Ukukhanya makukhanye ebumnyameni,”+ yaye uye wakhanya ezintliziyweni zethu ukuze azikhanyisele+ ngolwazi oluzukileyo+ lukaThixo ngobuso bukaKristu.+ Efese 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Mna mntu ungaphantsi+ nakoyena mncinane kubo bonke abo bangcwele, ndanikwa obu bubele bungasifanelanga,+ ukuze ndivakalise kuzo iintlanga+ iindaba ezilungileyo ezingobutyebi+ obungenakuqondwa bukaKRISTU
23 ukuze baziwe ubutyebi+ bozuko lwakhe kwizitya+ zenceba, azilungiselele kwangaphambili ngenxa yozuko,+
6 Kuba uThixo wathi: “Ukukhanya makukhanye ebumnyameni,”+ yaye uye wakhanya ezintliziyweni zethu ukuze azikhanyisele+ ngolwazi oluzukileyo+ lukaThixo ngobuso bukaKristu.+
8 Mna mntu ungaphantsi+ nakoyena mncinane kubo bonke abo bangcwele, ndanikwa obu bubele bungasifanelanga,+ ukuze ndivakalise kuzo iintlanga+ iindaba ezilungileyo ezingobutyebi+ obungenakuqondwa bukaKRISTU