Efese 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 eyile, yokuba abantu beentlanga bafanele babe ziindlalifa ezimanyeneyo namalungu omzimba+ angamadlelane yaye babe nesabelo kunye nathi kwisithembiso+ ngokumanyene noKristu Yesu ngazo iindaba ezilungileyo. Efese 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 nokuba uKRISTU ngalo ukholo lwenu ahlale ezintliziyweni zenu ngothando;+ khon’ ukuze nimiliselwe+ nize nendele kwisiseko,+
6 eyile, yokuba abantu beentlanga bafanele babe ziindlalifa ezimanyeneyo namalungu omzimba+ angamadlelane yaye babe nesabelo kunye nathi kwisithembiso+ ngokumanyene noKristu Yesu ngazo iindaba ezilungileyo.
17 nokuba uKRISTU ngalo ukholo lwenu ahlale ezintliziyweni zenu ngothando;+ khon’ ukuze nimiliselwe+ nize nendele kwisiseko,+