IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Korinte 15:58
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 58 Ngenxa yoko, bazalwana bam abaziintanda, qinani,+ ningabi nakushukuma, nisoloko ninokuninzi kokwenza emsebenzini weNkosi,+ nisazi ukuba ukusebenza kwenu akulolize+ eNkosini.

  • Hebhere 3:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kuba okunene siba nesabelo kuKristu+ kuphela ukuba sibambelela nkqi kwintembelo esasinayo ekuqaleni, siqinise kude kuse ekupheleni,+

  • 1 Petros 5:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kodwa, emva kokuba nibandezeleke okwethutyana,+ uTHIXO wabo bonke ububele obungasifanelanga, owanibizela kuzuko lwakhe olungunaphakade+ ngokumanyene+ noKristu, uya kulugqiba ngokwakhe uqeqesho lwenu, uya kuniqinisa,+ uya kunomeleza.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share