1 Korinte 6:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Sabani kulo uhenyuzo.+ Sonke esinye isono asenokusenza umntu singaphandle komzimba wakhe, kodwa lowo uqhelisela uhenyuzo wona nxamnye nomzimba wakhe.+ Efese 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba niyakwazi oku, niqonda ngokwenu, ukuba akukho mhenyuzi+ namntu ungahlambulukanga namntu ubawayo+—okuthetha ukuba ngumnquli-zithixo—unelifa ebukumkanini bukaKRISTU noThixo.+
18 Sabani kulo uhenyuzo.+ Sonke esinye isono asenokusenza umntu singaphandle komzimba wakhe, kodwa lowo uqhelisela uhenyuzo wona nxamnye nomzimba wakhe.+
5 Kuba niyakwazi oku, niqonda ngokwenu, ukuba akukho mhenyuzi+ namntu ungahlambulukanga namntu ubawayo+—okuthetha ukuba ngumnquli-zithixo—unelifa ebukumkanini bukaKRISTU noThixo.+