1 Korinte 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yibani ngabaxelisa mna, njengoko nam ndixelisa uKristu.+ Filipi 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yibani ngabaxelisa+ mna ngokumanyeneyo, bazalwana, nize nibanyamekele abo bahamba ngokuvumelana nomzekelo esinimisele wona.+ 2 Tesalonika 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Asikuko ukuba asinagunya,+ kodwa kukuze sizinikele njengomzekelo kuni ukuba nisixelise.+
17 Yibani ngabaxelisa+ mna ngokumanyeneyo, bazalwana, nize nibanyamekele abo bahamba ngokuvumelana nomzekelo esinimisele wona.+