IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 1:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yaye emva kokuba wazitshoyo ezi zinto, ngoxa babekhangele, waphakanyiswa+ laza ilifu lamfukula ababi sambona.+

  • 2 Korinte 5:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kodwa somelele kakhulu yaye silangazelela ukuwushiya lo mzimba size sihlale kwikhaya lethu neNkosi.+

  • Filipi 1:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ndikwingcinezelo ngezi zinto zimbini;+ kodwa ndinqwenela ukukhululeka ndize ndibe kunye noKristu,+ kuba oko, ngokuqinisekileyo, kulunge ngakumbi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share