Yohane 12:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ukuba nabani na unga angandilungiselela, makandilandele, yaye apho ndikhoyo mna umlungiseleli wam uya kuba lapho naye.+ Ukuba nabani na unga angandilungiselela, uBawo uya kumbeka yena.+ Yohane 17:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Bawo, mayela noko undinike kona, ndinqwenela ukuba, apho ndikhoyo mna, nabo babe kunye nam,+ ukuze balubone uzuko lwam ondinike lona, ngenxa yokuba wandithanda phambi kokusekwa+ kwehlabathi.+ 2 Tesalonika 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Noko ke, bazalwana, ngokuphathelele ubukho+ beNkosi yethu uYesu Kristu nokuhlanganiselwa kwethu ndawonye kuyo,+ siyanicela
26 Ukuba nabani na unga angandilungiselela, makandilandele, yaye apho ndikhoyo mna umlungiseleli wam uya kuba lapho naye.+ Ukuba nabani na unga angandilungiselela, uBawo uya kumbeka yena.+
24 Bawo, mayela noko undinike kona, ndinqwenela ukuba, apho ndikhoyo mna, nabo babe kunye nam,+ ukuze balubone uzuko lwam ondinike lona, ngenxa yokuba wandithanda phambi kokusekwa+ kwehlabathi.+
2 Noko ke, bazalwana, ngokuphathelele ubukho+ beNkosi yethu uYesu Kristu nokuhlanganiselwa kwethu ndawonye kuyo,+ siyanicela