Yohane 14:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ukuba ndiyemka ndize ndinilungiselele indawo, ndiya kuza kwakhona+ ndize ndinamkelele kum ekhaya,+ ukuze apho ndikhoyo mna nibe lapho nani.+ ISityhilelo 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Unoyolo+ yaye ungcwele+ lowo unesabelo kuvuko lokuqala; ukufa kwesibini+ akunagunya+ kubo, kodwa baya kuba ngababingeleli+ bakaThixo nabakaKRISTU, balawule njengookumkani kunye naye iminyaka eliwaka.+
3 Ukuba ndiyemka ndize ndinilungiselele indawo, ndiya kuza kwakhona+ ndize ndinamkelele kum ekhaya,+ ukuze apho ndikhoyo mna nibe lapho nani.+
6 Unoyolo+ yaye ungcwele+ lowo unesabelo kuvuko lokuqala; ukufa kwesibini+ akunagunya+ kubo, kodwa baya kuba ngababingeleli+ bakaThixo nabakaKRISTU, balawule njengookumkani kunye naye iminyaka eliwaka.+