Daniyeli 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Yena utshintsha amaxesha namathuba,+ ushenxisa ookumkani amisele ookumkani,+ unika izilumko ubulumko, anike iingqondi ulwazi.+ Daniyeli 7:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Uya kuthetha amazwi anxamnye nOyena Uphakamileyo,+ ababandezele abangcwele baLowo uPhakamileyo.+ Yaye uya kuzimisela ukutshintsha amaxesha+ nomthetho,+ bona ke baya kunikelwa kuye okwexesha, namaxesha nesiqingatha sexesha.+ IZenzo 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wathi kubo: “Asikokwenu ukwazi amaxesha okanye amathuba+ uBawo awabeke ngegunya lakhe;+ Roma 13:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwenzeni oku, kwanangenxa yokuba nilazi ixesha, okokuba sele kulilixa lokuba nivuke+ ebuthongweni, kuba ngoku usindiso lwethu lukufuphi ngakumbi kunangexesha esathi saba ngamakholwa ngalo.+
21 Yena utshintsha amaxesha namathuba,+ ushenxisa ookumkani amisele ookumkani,+ unika izilumko ubulumko, anike iingqondi ulwazi.+
25 Uya kuthetha amazwi anxamnye nOyena Uphakamileyo,+ ababandezele abangcwele baLowo uPhakamileyo.+ Yaye uya kuzimisela ukutshintsha amaxesha+ nomthetho,+ bona ke baya kunikelwa kuye okwexesha, namaxesha nesiqingatha sexesha.+
11 Kwenzeni oku, kwanangenxa yokuba nilazi ixesha, okokuba sele kulilixa lokuba nivuke+ ebuthongweni, kuba ngoku usindiso lwethu lukufuphi ngakumbi kunangexesha esathi saba ngamakholwa ngalo.+