IZenzo 26:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ukuvula amehlo abo,+ ukubaphethula ebumnyameni,+ baye ekukhanyeni+ nakwigunya likaSathana,+ baye kuThixo, ukuze bamkele uxolelo lwezono+ nelifa+ phakathi kwabo bangcwaliswa+ ngokholo lwabo kum.’ Roma 13:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ubusuku buhambile; imini+ isondele. Ngoko ke masiyikhulule imisebenzi yobumnyama+ yaye masambathe izixhobo+ zokukhanya. Efese 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kuba nanikhe nabubumnyama,+ kodwa ngoku nikukukhanya+ eNkosini. Qhubekani nihamba njengabantwana bokukhanya,
18 ukuvula amehlo abo,+ ukubaphethula ebumnyameni,+ baye ekukhanyeni+ nakwigunya likaSathana,+ baye kuThixo, ukuze bamkele uxolelo lwezono+ nelifa+ phakathi kwabo bangcwaliswa+ ngokholo lwabo kum.’
12 Ubusuku buhambile; imini+ isondele. Ngoko ke masiyikhulule imisebenzi yobumnyama+ yaye masambathe izixhobo+ zokukhanya.
8 kuba nanikhe nabubumnyama,+ kodwa ngoku nikukukhanya+ eNkosini. Qhubekani nihamba njengabantwana bokukhanya,