IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 39:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ke kaloku uIsaya wathi kuHezekiya:+ “Live ilizwi likaYehova wemikhosi,

  • Isaya 66:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Liveni ilizwi likaYehova, nina ningcangcazelayo lilizwi lakhe:+ “Abazalwana benu abanithiyileyo,+ abanikhuphela ecaleni ngenxa yegama lam,+ bathi, ‘Ngamana uYehova angazukiswa!’+ Kanjalo umele abonakale nize nina nibe nemihlali,+ yaye ngabo abaya kuhlaziswa.”+

  • 1 Petros 1:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kuba niye nazalwa ngokutsha,+ kungekhona ngembewu enokonakala,+ kodwa ngengenakonakala+ enemveliso,+ ngalo ilizwi+ likaThixo ophilayo nohlala ekho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share