Marko 9:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Ityuwa isulungekile; kodwa ukuba ityuwa iphelelwa sisongo sayo, niya kuyinonga ngantoni na yona ngokwayo?+ Yibani netyuwa+ kuni, yaye hlalani ninoxolo+ phakathi kwenu.” 2 Korinte 13:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Okokugqibela, bazalwana, qhubekani ninemihlali, nilungiswa, nithuthuzelwa,+ nicinga ngokuvumelanayo,+ nihlala ngoxolo;+ yaye uTHIXO wothando nowoxolo+ uya kuba kunye nani. Hebhere 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Phuthumani uxolo nabantu bonke,+ nobungcwalisa+ ekungekho mntu uya kuyibona iNkosi ngaphandle kwabo,+ 1 Petros 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 makakhwebuke kokubi,+ enze okulungileyo; makafune uxolo, aluphuthume.+
50 Ityuwa isulungekile; kodwa ukuba ityuwa iphelelwa sisongo sayo, niya kuyinonga ngantoni na yona ngokwayo?+ Yibani netyuwa+ kuni, yaye hlalani ninoxolo+ phakathi kwenu.”
11 Okokugqibela, bazalwana, qhubekani ninemihlali, nilungiswa, nithuthuzelwa,+ nicinga ngokuvumelanayo,+ nihlala ngoxolo;+ yaye uTHIXO wothando nowoxolo+ uya kuba kunye nani.
14 Phuthumani uxolo nabantu bonke,+ nobungcwalisa+ ekungekho mntu uya kuyibona iNkosi ngaphandle kwabo,+