Hebhere 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba kokubini lowo ungcwalisayo nabo bangcwaliswayo+ bonke baphuma kumthombo omnye,+ yaye ngenxa yesi sizathu akanazintloni ukubabiza ngokuthi “bazalwana,”+ 1 Petros 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ngokokwazi kwangaphambili kukaThixo uBawo,+ ngokungcwaliswa ngomoya,+ ngenjongo yokuba babe ngabathobelayo yaye befefwe+ ngegazi likaYesu Kristu:+ Ngamana kungandiswa kuni ububele obungasifanelanga noxolo.+
11 Kuba kokubini lowo ungcwalisayo nabo bangcwaliswayo+ bonke baphuma kumthombo omnye,+ yaye ngenxa yesi sizathu akanazintloni ukubabiza ngokuthi “bazalwana,”+
2 ngokokwazi kwangaphambili kukaThixo uBawo,+ ngokungcwaliswa ngomoya,+ ngenjongo yokuba babe ngabathobelayo yaye befefwe+ ngegazi likaYesu Kristu:+ Ngamana kungandiswa kuni ububele obungasifanelanga noxolo.+