IZenzo 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 aza athi: “Madoda aseGalili, nimeleni na nikhangele esibhakabhakeni? UYesu lo unyuselwe esibhakabhakeni uya kuza ngolu hlobo+ nimbone esiya ngalo esibhakabhakeni.”
11 aza athi: “Madoda aseGalili, nimeleni na nikhangele esibhakabhakeni? UYesu lo unyuselwe esibhakabhakeni uya kuza ngolu hlobo+ nimbone esiya ngalo esibhakabhakeni.”