1 Tesalonika 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba nazi kakuhle ukuba imini kaYehova+ iza kanye njengesela ebusuku.+ 2 Petros 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 nihlale nibulindile+ yaye nibukhumbula ubukho bemini kaYehova,+ ekuya kuthi ngayo amazulu atshe ngumlilo achithakale,+ neziqalelo ezishushu kakhulu zinyibilike! ISityhilelo 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngenxa yokuba ifikile imini enkulu+ yengqumbo yabo,+ ngubani na onako ukuma?”+
12 nihlale nibulindile+ yaye nibukhumbula ubukho bemini kaYehova,+ ekuya kuthi ngayo amazulu atshe ngumlilo achithakale,+ neziqalelo ezishushu kakhulu zinyibilike!