IZenzo 16:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Kodwa uPawulos wathi kubo: “Basikatse esidlangalaleni singagwetyelwanga sohlwayo, singabantu abangamaRoma,+ baza basifaka entolongweni; yaye ngoku basikhupha ngokufihlakeleyo na? Hayi khona! mabeze kusikhupha ngokwabo.”
37 Kodwa uPawulos wathi kubo: “Basikatse esidlangalaleni singagwetyelwanga sohlwayo, singabantu abangamaRoma,+ baza basifaka entolongweni; yaye ngoku basikhupha ngokufihlakeleyo na? Hayi khona! mabeze kusikhupha ngokwabo.”