IMizekeliso 17:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Imbiza yokusulungekisa yeyesilivere neziko lelegolide,+ kodwa uYehova ungumgocagoci weentliziyo.+ Yeremiya 11:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa uYehova wemikhosi ugweba ngobulungisa;+ ugocagoca izintso nentliziyo.+ Owu ukuba nje ndingabona impindezelo yakho kubo, kuba ndisityhile kuwe isimangalo sam.+ 1 Korinte 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko ke musani ukugweba+ nantoni na phambi kwexesha elililo, de ifike iNkosi,+ eya kuthi izise ekukhanyeni+ izinto ezifihlakeleyo zobumnyama ize iwabonakalise amacebo eentliziyo,+ uya kwandula ke ngamnye adunyiswe nguThixo.+
20 Kodwa uYehova wemikhosi ugweba ngobulungisa;+ ugocagoca izintso nentliziyo.+ Owu ukuba nje ndingabona impindezelo yakho kubo, kuba ndisityhile kuwe isimangalo sam.+
5 Ngoko ke musani ukugweba+ nantoni na phambi kwexesha elililo, de ifike iNkosi,+ eya kuthi izise ekukhanyeni+ izinto ezifihlakeleyo zobumnyama ize iwabonakalise amacebo eentliziyo,+ uya kwandula ke ngamnye adunyiswe nguThixo.+