Genesis 15:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa kwesesine isizukulwana iya kubuyela apha,+ kuba isiphoso sama-Amori asikapheleli.”+ Mateyu 23:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngoko ke, wuzaliseni umlinganiselo+ wookhokho benu.