Kolose 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngako oko, njengabanyulwa bakaThixo,+ abangcwele nabathandwayo, yambathani umsa wemfesane,+ ububele, ukuthobeka kwengqondo,+ ubulali,+ nokuzeka kade umsindo.+ 2 Tesalonika 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Noko ke, simelwe kukuhlala simbulela uThixo ngenxa yenu, bazalwana, abathandiweyo nguYehova, kuba uThixo waninyula+ kwasekuqaleni ukuze nisindiswe ngokungcwaliswa+ ngomoya+ nangokholo lwenu enyanisweni.+
12 Ngako oko, njengabanyulwa bakaThixo,+ abangcwele nabathandwayo, yambathani umsa wemfesane,+ ububele, ukuthobeka kwengqondo,+ ubulali,+ nokuzeka kade umsindo.+
13 Noko ke, simelwe kukuhlala simbulela uThixo ngenxa yenu, bazalwana, abathandiweyo nguYehova, kuba uThixo waninyula+ kwasekuqaleni ukuze nisindiswe ngokungcwaliswa+ ngomoya+ nangokholo lwenu enyanisweni.+