IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Tesalonika 2:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kuba liyintoni na ithemba lethu novuyo lwethu nesithsaba+ sokugcoba kwethu phambi kweNkosi yethu uYesu ebudeni bobukho bayo?+ Asinini yini na?

  • 1 Tesalonika 5:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Wanga ke uThixo woxolo+ anganingcwalisa ngokupheleleyo.+ Wanga angawugcina uphilile umoya nomphefumlo nomzimba wenu bazalwana kuzo zonke iinkalo ukuze nibe ngabangenakusoleka ebudeni bobukho beNkosi yethu uYesu Kristu.+

  • 2 Tesalonika 2:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Noko ke, bazalwana, ngokuphathelele ubukho+ beNkosi yethu uYesu Kristu nokuhlanganiselwa kwethu ndawonye kuyo,+ siyanicela

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share