IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 6:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ndithetha ngokwabantu ngenxa yobuthathaka benyama yenu:+ kuba kwanjengoko nawanikelayo amalungu enu+ njengamakhoboka okungahlambuluki+ nokuchas’ umthetho ngokubhekisele ekuchasen’ umthetho, ngokunjalo ke ngoku wanikeleni amalungu enu njengamakhoboka obulungisa ngokubhekisele kubungcwele.+

  • 2 Timoti 2:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ukuba, ke ngoko, ubani uzigcina ekude nezi zamva, uya kuba sisitya senjongo ebekekileyo, esingcwalisiweyo, nesilungele ukusetyenziselwa wonke umsebenzi olungileyo+ ngumnini waso.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share