Roma 16:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoku ndiyanibongoza, bazalwana, ukuba nibabeke esweni abo bahlukanisayo+ nabakhubekisayo ngokuchaseneyo nemfundiso+ eniyifundileyo, nize nibaphephe.+ 1 Korinte 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa ngoku ndinibhalela ukuba niyeke ukunxulumana+ naye nabani na obizwa ngokuba ngumzalwana ongumhenyuzi okanye umntu obawayo+ okanye umnquli-zithixo okanye umtshabhisi okanye inxila+ okanye umphangi, ningatyi kwaukutya nomntu onjalo. Tito 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yena umntu okhuthaza ihlelo,+ mgatye+ emva kwesiluleko sokuqala nesesibini;+ 2 Yohane 10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ukuba umntu uza kuni, engazisi yona le mfundiso, ningaze nimamkele emakhayeni enu+ okanye nimbulise.+
17 Ngoku ndiyanibongoza, bazalwana, ukuba nibabeke esweni abo bahlukanisayo+ nabakhubekisayo ngokuchaseneyo nemfundiso+ eniyifundileyo, nize nibaphephe.+
11 Kodwa ngoku ndinibhalela ukuba niyeke ukunxulumana+ naye nabani na obizwa ngokuba ngumzalwana ongumhenyuzi okanye umntu obawayo+ okanye umnquli-zithixo okanye umtshabhisi okanye inxila+ okanye umphangi, ningatyi kwaukutya nomntu onjalo.
10 Ukuba umntu uza kuni, engazisi yona le mfundiso, ningaze nimamkele emakhayeni enu+ okanye nimbulise.+