IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Timoti 5:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Amadoda amakhulu awongamela+ ngendlela entle makabalelwe ekuthini afanelwe yimbeko ephindiweyo,+ ngokukodwa lawo asebenza nzima ekuthetheni nasekufundiseni.+

  • 2 Timoti 2:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kodwa ikhoboka leNkosi akufuneki lilwe,+ kunoko kufuneka lithantamise kubo bonke,+ likufanelekele ukufundisa,+ linyamezela ububi,+

  • Tito 1:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 ebambelele ngokuqinileyo elizwini elithembekileyo njengesiseko sobugcisa bakhe bokufundisa,+ ukuze akwazi ukubongoza ngemfundiso ephilileyo+ nokubohlwaya+ abo baphikisayo.

  • Yakobi 3:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Musani ukufuna ukuba ngabafundisi nonke,+ bazalwana bam, nisazi nje ukuba thina bafundisayo siya kufumana umgwebo onzima ngakumbi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share