Mateyu 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Banoyolo abasulungekileyo entliziyweni,+ kuba baya kumbona uThixo.+ 2 Timoti 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoko, zisabe iinkanuko zobutsha,+ uphuthume ubulungisa,+ ukholo, uthando, uxolo,+ kunye nabo babiza eNkosini ngentliziyo ehlambulukileyo.+
22 Ngoko, zisabe iinkanuko zobutsha,+ uphuthume ubulungisa,+ ukholo, uthando, uxolo,+ kunye nabo babiza eNkosini ngentliziyo ehlambulukileyo.+