IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 23:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ekhangele ngenyameko kwiSanhedrin uPawulos wathi: “Madoda, bazalwana, ndiziphathe ngesazela+ esihlambuluke ngokugqibeleleyo phambi koThixo kwada kwasa kule mini.”

  • IZenzo 24:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kule nkalo, eneneni, ndiyaziqhelisa ngokuqhubekayo ukuba ndikuphaphele+ ukungamoni uThixo nabantu.

  • 1 Timoti 3:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 ziyiphathe imfihlelo engcwele+ yokholo ngesazela esihlambulukileyo.+

  • 1 Petros 3:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Yibani nesazela esilungileyo,+ khon’ ukuze kuloo nto kuthethwa ngokunxamnye nani babe neentloni+ abo bathetha ngendelelo ngehambo yenu elungileyo kuKristu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share