2 Tesalonika 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Makungabikho namnye unilukuhlayo nangaluphi na uhlobo, ngenxa yokuba ayiyi kuza ngaphandle kokuba kufike uwexuko+ kuqala, atyhileke+ umchasi-mthetho,+ unyana wentshabalalo.+
3 Makungabikho namnye unilukuhlayo nangaluphi na uhlobo, ngenxa yokuba ayiyi kuza ngaphandle kokuba kufike uwexuko+ kuqala, atyhileke+ umchasi-mthetho,+ unyana wentshabalalo.+