Yuda 3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Zintanda,+ nakuba bendisenza wonke umgudu wokunibhalela ngalo usindiso esabelana ngalo,+ ndikufumanise kuyimfuneko ukunibhalela ndinibongoza ukuba nilulwele nzima ukholo+ olwanikelwa kwaba kanye kwabo bangcwele.+
3 Zintanda,+ nakuba bendisenza wonke umgudu wokunibhalela ngalo usindiso esabelana ngalo,+ ndikufumanise kuyimfuneko ukunibhalela ndinibongoza ukuba nilulwele nzima ukholo+ olwanikelwa kwaba kanye kwabo bangcwele.+