1 Timoti 5:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ukuba kukho umfazi okholwayo onabahlolokazi, makabancede,+ ukuze bangabi luxanduva kulo ibandla. Ngoko lona linokunceda abo bangabahlolokazi ngokwenene.+ Yakobi 1:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Unqulo oluhlambulukileyo+ nolungadyobhekanga+ ngokwembono kaThixo noBawo wethu lulo olu: ukuvelela iinkedama+ nabahlolokazi+ embandezelweni yabo,+ nokuzigcina ungenabala+ kulo ihlabathi.+
16 Ukuba kukho umfazi okholwayo onabahlolokazi, makabancede,+ ukuze bangabi luxanduva kulo ibandla. Ngoko lona linokunceda abo bangabahlolokazi ngokwenene.+
27 Unqulo oluhlambulukileyo+ nolungadyobhekanga+ ngokwembono kaThixo noBawo wethu lulo olu: ukuvelela iinkedama+ nabahlolokazi+ embandezelweni yabo,+ nokuzigcina ungenabala+ kulo ihlabathi.+