2 Tesalonika 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba siva ukuba abathile bahamba ngokungalungelelananga+ phakathi kwenu, bengasebenzi konke konke kodwa begxuphuleka koko kungafuni bona.+ 1 Timoti 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Abafazi bafanele ngokunjalo bandileke, banganyelisi,+ babe ngcathu+ ngokwemikhwa, bathembeke kwizinto zonke.+ 1 Petros 4:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Noko ke, makungabikho namnye kuni obandezeleka+ ngenxa yokuba engumbulali okanye isela okanye umenzi-bubi okanye ugqada-mbekweni+ kwimicimbi yabanye abantu.
11 Kuba siva ukuba abathile bahamba ngokungalungelelananga+ phakathi kwenu, bengasebenzi konke konke kodwa begxuphuleka koko kungafuni bona.+
11 Abafazi bafanele ngokunjalo bandileke, banganyelisi,+ babe ngcathu+ ngokwemikhwa, bathembeke kwizinto zonke.+
15 Noko ke, makungabikho namnye kuni obandezeleka+ ngenxa yokuba engumbulali okanye isela okanye umenzi-bubi okanye ugqada-mbekweni+ kwimicimbi yabanye abantu.