IMizekeliso 28:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Owohlwaya umntu+ uya kuthi emva koko akholeke ngakumbi kunalowo unkwalambisayo ngolwimi lwakhe. Efese 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 yaye musani ukwabelana+ nabo kwimisebenzi yobumnyama+ engenasiqhamo, kunoko, bohlwayeni,+ Tito 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ebambelele ngokuqinileyo elizwini elithembekileyo njengesiseko sobugcisa bakhe bokufundisa,+ ukuze akwazi ukubongoza ngemfundiso ephilileyo+ nokubohlwaya+ abo baphikisayo. Tito 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Obu bungqina buyinyaniso. Ngenxa kanye yesi sizathu qhubeka ubohlwaya ngokuqatha,+ ukuze baphile+ elukholweni, ISityhilelo 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “‘Bonke abo ndinomsa ngabo ndiyabohlwaya ndize ndibaqeqeshe.+ Ngoko ke yiba nenzondelelo uze uguquke.+
9 ebambelele ngokuqinileyo elizwini elithembekileyo njengesiseko sobugcisa bakhe bokufundisa,+ ukuze akwazi ukubongoza ngemfundiso ephilileyo+ nokubohlwaya+ abo baphikisayo.
13 Obu bungqina buyinyaniso. Ngenxa kanye yesi sizathu qhubeka ubohlwaya ngokuqatha,+ ukuze baphile+ elukholweni,
19 “‘Bonke abo ndinomsa ngabo ndiyabohlwaya ndize ndibaqeqeshe.+ Ngoko ke yiba nenzondelelo uze uguquke.+