Daniyeli 2:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 “Ngemihla yabo kumkani+ uTHIXO wezulu+ uya kumisa ubukumkani+ obungenakuze bonakaliswe.+ Yaye obo bukumkani abuyi kudluliselwa kubo nabaphi na abanye abantu.+ Buya kuzityumza buziphelise zonke ezi zikumkani,+ buze bona bume ukusa kwixesha elingenammiselo;+ ISityhilelo 17:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Baya kulwa neMvana,+ kodwa, ngenxa yokuba iyiNkosi yeenkosi noKumkani wookumkani,+ iMvana iya kuboyisa.+ Ngokunjalo, nabo babiziweyo nabanyuliweyo nabathembekileyo abakunye nayo baya koyisa nabo.”+
44 “Ngemihla yabo kumkani+ uTHIXO wezulu+ uya kumisa ubukumkani+ obungenakuze bonakaliswe.+ Yaye obo bukumkani abuyi kudluliselwa kubo nabaphi na abanye abantu.+ Buya kuzityumza buziphelise zonke ezi zikumkani,+ buze bona bume ukusa kwixesha elingenammiselo;+
14 Baya kulwa neMvana,+ kodwa, ngenxa yokuba iyiNkosi yeenkosi noKumkani wookumkani,+ iMvana iya kuboyisa.+ Ngokunjalo, nabo babiziweyo nabanyuliweyo nabathembekileyo abakunye nayo baya koyisa nabo.”+