Mateyu 28:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Hambani ke ngoko niye kubenza abafundi+ abantu beentlanga zonke,+ nibabhaptiza+ egameni loYise+ neloNyana+ nelomoya oyingcwele,+ Tito 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Lithembekile eli lizwi,+ yaye ndinqwenela ukuba nime niqinile ngokuthe rhoqo ngokuphathelele ezi zinto, ukuze abo bakholiweyo kuThixo bagcine iingqondo zabo zikwimisebenzi emihle.+ Ezi zinto zintle yaye ziyingenelo ebantwini.
19 Hambani ke ngoko niye kubenza abafundi+ abantu beentlanga zonke,+ nibabhaptiza+ egameni loYise+ neloNyana+ nelomoya oyingcwele,+
8 Lithembekile eli lizwi,+ yaye ndinqwenela ukuba nime niqinile ngokuthe rhoqo ngokuphathelele ezi zinto, ukuze abo bakholiweyo kuThixo bagcine iingqondo zabo zikwimisebenzi emihle.+ Ezi zinto zintle yaye ziyingenelo ebantwini.